Iphupha likaGraça
ISBN: 978-1-928377-88-7
Created at
Book Dash 3: Cape Town, August 2014

Find out more
Sign up to receive notifications whenever we release new books
Get notifiedKwakulilixa kanye apho uGraça wayeza kuzalwa kwilali encinane yaseMozambique. Ngoko ilizwe lalihlupheka kwaye ngelo xesha nabantu babengekazilawuli ngokwabo. Abantwana babengenazikolo zifanelekileyo kwaye uninzi lwabo lwalungakwazi ukufunda. Umama kaGraça wayenephupha lokunika nokuvulela abantwana bakhe amathuba angcono. Kodwa ithemba loko lalilincinci kakhulu ngaphandle kwemfundo…
Created at
Book Dash 3: Cape Town, August 2014

Find out more
Sign up to receive notifications whenever we release new books
Get notified